Hoseya 3:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Kuba amaSirayeli aza kuhlala ixesha elide engenakumkani,+ engenankosana, engenambingelelo, engenantsika, engenaefodi+ nazithixo zekhaya.+
4 Kuba amaSirayeli aza kuhlala ixesha elide engenakumkani,+ engenankosana, engenambingelelo, engenantsika, engenaefodi+ nazithixo zekhaya.+