Hoseya 3:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Emva koko amaSirayeli aza kubuya aze amfune uYehova uThixo wawo,+ noDavide ukumkani wawo,+ yaye ekupheleni kwemihla,+ aza kuza kuYehova engcangcazela efuna ukulunga kwakhe. Hoseya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 3:5 “Sonke ISibhalo”, iphe. 145
5 Emva koko amaSirayeli aza kubuya aze amfune uYehova uThixo wawo,+ noDavide ukumkani wawo,+ yaye ekupheleni kwemihla,+ aza kuza kuYehova engcangcazela efuna ukulunga kwakhe.