Hoseya 4:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Baza kutya, kodwa banganeli.+ Baza kuziphatha kakubi ngendlela eyothusayo,* kodwa abazukwanda,+Kuba abamboneli ntweni uYehova.
10 Baza kutya, kodwa banganeli.+ Baza kuziphatha kakubi ngendlela eyothusayo,* kodwa abazukwanda,+Kuba abamboneli ntweni uYehova.