Hoseya 4:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Abantu bam babuzisa kwizithixo zabo ezenziwe ngomthi,Benza yonke into abayixelelwa yintonga yabo;*Kuba ukuthanda kwabo ukuthengisa ngomzimba* kuyabalahlekisa,Yaye ngokuthengisa kwabo ngomzimba* abavumi ukuzithoba kuThixo wabo.
12 Abantu bam babuzisa kwizithixo zabo ezenziwe ngomthi,Benza yonke into abayixelelwa yintonga yabo;*Kuba ukuthanda kwabo ukuthengisa ngomzimba* kuyabalahlekisa,Yaye ngokuthengisa kwabo ngomzimba* abavumi ukuzithoba kuThixo wabo.