14 Andizukuziphendulisa iintombi zenu ngenxa yokuthengisa kwazo ngomzimba,
Noomolokazana benu ngenxa yokukrexeza kwabo.
Kuba amadoda emka nabafazi abathengisa ngomzimba,
Aze abingelele kunye nabafazi abathengisa ngomzimba etempileni;
Isizwana esinjalo, esingaqondiyo+ siza kutshatyalaliswa.