Hoseya 5:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Xa uEfrayim wabona isifo sakhe, noYuda isilonda sakhe,UEfrayim waya kwiAsiriya+ waza wathumela umyalezo kukumkani omkhulu. Kodwa akakwazanga kukuphilisa,Akakwazanga kusinyanga isilonda sakho.
13 Xa uEfrayim wabona isifo sakhe, noYuda isilonda sakhe,UEfrayim waya kwiAsiriya+ waza wathumela umyalezo kukumkani omkhulu. Kodwa akakwazanga kukuphilisa,Akakwazanga kusinyanga isilonda sakho.