Hoseya 5:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Ndiza kuba njengengonyama kuEfrayim,Nanjengengonyama enamandla* kwindlu kaYuda. Mna ndiza kubadlavula babe ziziqwenga ndize ndimke;+Ndiza kubasusa, yaye akukho mntu uza kubasindisa.+
14 Ndiza kuba njengengonyama kuEfrayim,Nanjengengonyama enamandla* kwindlu kaYuda. Mna ndiza kubadlavula babe ziziqwenga ndize ndimke;+Ndiza kubasusa, yaye akukho mntu uza kubasindisa.+