Hoseya 5:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Ndiza kuhamba ndibuyele endaweni yam de bayifumane imiphumo yetyala labo,Emva koko baza kufuna uncedo lwam.*+ Xa besentlungwini, baza kundifuna.”+
15 Ndiza kuhamba ndibuyele endaweni yam de bayifumane imiphumo yetyala labo,Emva koko baza kufuna uncedo lwam.*+ Xa besentlungwini, baza kundifuna.”+