Hoseya 7:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Nokuba uya phi uEfrayim, ndiza kuwuphosa phezu kwakhe umnatha wam. Ndiza kumhlisa okweentaka zezulu. Ndiza kumqeqesha ngokwesilumkiso asinikiweyo.+
12 Nokuba uya phi uEfrayim, ndiza kuwuphosa phezu kwakhe umnatha wam. Ndiza kumhlisa okweentaka zezulu. Ndiza kumqeqesha ngokwesilumkiso asinikiweyo.+