Hoseya 9:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 “USirayeli ndamfumana njengokufumana iidiliya entlango.+ Ukubabona kwam ookhokho benu, babenjengamafiya* okuqala emthini wawo. Kodwa basuka baya kuBhahali wasePehore;+Bazinikela kwinto elihlazo,*+ Benyanyeka njengale nto bayithandayo. Hoseya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 9:10 Imini KaYehova, iphe. 91-92
10 “USirayeli ndamfumana njengokufumana iidiliya entlango.+ Ukubabona kwam ookhokho benu, babenjengamafiya* okuqala emthini wawo. Kodwa basuka baya kuBhahali wasePehore;+Bazinikela kwinto elihlazo,*+ Benyanyeka njengale nto bayithandayo.