Hoseya 10:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Baza kujikelwa abantu bakho,Izixeko zakho ezikhuselekileyo ziza kutshatyalaliswa,+Njengokutshatyalaliswa kwendlu ka-Arbhele nguShalman,Ngomhla wedabi, xa oomama badlakazwa kunye neentsana zabo.
14 Baza kujikelwa abantu bakho,Izixeko zakho ezikhuselekileyo ziza kutshatyalaliswa,+Njengokutshatyalaliswa kwendlu ka-Arbhele nguShalman,Ngomhla wedabi, xa oomama badlakazwa kunye neentsana zabo.