Hoseya 10:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Ezi zinto ziza kwenziwa kuwe Bheteli,+ ngenxa yezinto ezimbi kangaka ozenzayo. Ukumkani wakwaSirayeli uza kutshatyalaliswa kwakusasa.”+
15 Ezi zinto ziza kwenziwa kuwe Bheteli,+ ngenxa yezinto ezimbi kangaka ozenzayo. Ukumkani wakwaSirayeli uza kutshatyalaliswa kwakusasa.”+