Hoseya 12:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 “UEfrayim utya umoya. Uleqa umoya wasempuma imini yonke. Wandisa ukuxoka nobundlobongela. Wenza isivumelwano neAsiriya,+ ibe usa ioli eYiputa.+
12 “UEfrayim utya umoya. Uleqa umoya wasempuma imini yonke. Wandisa ukuxoka nobundlobongela. Wenza isivumelwano neAsiriya,+ ibe usa ioli eYiputa.+