Hoseya 12:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Waqhubeka ejijisana nengelosi waza woyisa. Walila waza wacela inceba.”+ UThixo wamfumana eBheteli, ibe wathetha nathi apho.+
4 Waqhubeka ejijisana nengelosi waza woyisa. Walila waza wacela inceba.”+ UThixo wamfumana eBheteli, ibe wathetha nathi apho.+