Hoseya 13:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Nokuba angachuma phakathi kweengcongolo,Uza kufikelwa ngumoya wasempuma, umoya osuka kuYehova.Usuka ngasentlango usiza komisa iqula nomthombo wakhe. Uza kuboxutha bonke ubutyebi bakhe.+
15 Nokuba angachuma phakathi kweengcongolo,Uza kufikelwa ngumoya wasempuma, umoya osuka kuYehova.Usuka ngasentlango usiza komisa iqula nomthombo wakhe. Uza kuboxutha bonke ubutyebi bakhe.+