Hoseya 14:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Uza kuphinda ahlale emthunzini wakhe. Uza kulima ukutya okuziinkozo aze aqhame njengomthi weediliya.+ Uza kuduma njengewayini yaseLebhanon.
7 Uza kuphinda ahlale emthunzini wakhe. Uza kulima ukutya okuziinkozo aze aqhame njengomthi weediliya.+ Uza kuduma njengewayini yaseLebhanon.