Hoseya 14:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 UEfrayim uza kuthi, ‘Ndisenantoni yakwenza nezithixo?’+ Ndiza kuphendula ndize ndimkhusele.+ Ndiza kuba njengomthi ochumileyo wejunipha. Siza kufumaneka kum isiqhamo sakho.”
8 UEfrayim uza kuthi, ‘Ndisenantoni yakwenza nezithixo?’+ Ndiza kuphendula ndize ndimkhusele.+ Ndiza kuba njengomthi ochumileyo wejunipha. Siza kufumaneka kum isiqhamo sakho.”