Hoseya 14:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ngubani na osisilumko? Makaziqonde ezi zinto. Ngubani na oqaphelayo? Makazazi. Kuba iindlela zikaYehova zilungile,+Yaye amalungisa aza kuhamba ngazo;Kodwa aboni baza kukhubeka kuzo. Hoseya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 14:9 Imini KaYehova, iphe. 87-88 IMboniselo,11/15/2005, iphe. 31
9 Ngubani na osisilumko? Makaziqonde ezi zinto. Ngubani na oqaphelayo? Makazazi. Kuba iindlela zikaYehova zilungile,+Yaye amalungisa aza kuhamba ngazo;Kodwa aboni baza kukhubeka kuzo.