-
Yoweli 2:20IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
20 Ndiza kumgxothela kude kuni lowo uvela ngasemntla,
Ndiza kumdudulela kwilizwe elingahlali bantu,
Amajoni akhe aphambili ndiwase kulwandle* lwasempuma*
Ndize lawo angasemva ndiwase kulwandle lwasentshona.*
Ukunuka kwakhe kakubi kuza kunyuka,
Nevumba lakhe elibi liza kunyuka,+
Kuba yena uza kwenza izinto ezinkulu.’
-