Yoweli 3:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ndiza kuqokelela zonke iintlangaNdizihlisele entlanjeni yakwaYehoshafati.* Ndiza kuzigweba apho+Ngenxa yabantu bam nelifa lam uSirayeli,Kuba ziye zamsasaza phakathi kweentlanga,Zahlulelana ngelizwe lam.+
2 Ndiza kuqokelela zonke iintlangaNdizihlisele entlanjeni yakwaYehoshafati.* Ndiza kuzigweba apho+Ngenxa yabantu bam nelifa lam uSirayeli,Kuba ziye zamsasaza phakathi kweentlanga,Zahlulelana ngelizwe lam.+