Yoweli 3:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Zazisenza amaqashiso ngabantu bam,+Zazithengisa ngomntwana oyinkwenkwe kuba zifuna umfazi othengisa ngomzimba,Zithengise ngentombazana kuba zifuna ukusela iwayini.
3 Zazisenza amaqashiso ngabantu bam,+Zazithengisa ngomntwana oyinkwenkwe kuba zifuna umfazi othengisa ngomzimba,Zithengise ngentombazana kuba zifuna ukusela iwayini.