Yoweli 3:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Kuza kufuneka nazi ukuba ndinguYehova uThixo wenu, ohlala eZiyon, intaba yam engcwele.+ IYerusalem iza kuba yindawo engcwele,+Abasemzini abaphindi badlule kuyo.+
17 Kuza kufuneka nazi ukuba ndinguYehova uThixo wenu, ohlala eZiyon, intaba yam engcwele.+ IYerusalem iza kuba yindawo engcwele,+Abasemzini abaphindi badlule kuyo.+