Yoweli 3:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Kodwa iYiputa iza kuba yinkangala,+Ne-Edom iza kuba ngumhlaba owomileyo ongahlali mntu,+Ngenxa yobundlobongela ezibenze kumaYuda,+Ziphalaza igazi elimsulwa kwilizwe lawo.+
19 Kodwa iYiputa iza kuba yinkangala,+Ne-Edom iza kuba ngumhlaba owomileyo ongahlali mntu,+Ngenxa yobundlobongela ezibenze kumaYuda,+Ziphalaza igazi elimsulwa kwilizwe lawo.+