Amosi 1:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 1 La ngamazwi ka-Amosi,* owayengomnye wabafuyi beegusha baseTekowa,+ awawafumana embonweni ngoSirayeli ngemihla kaKumkani u-Uziya+ wakwaYuda nangemihla kaYerobhoham+ unyana kaYowashe,+ ukumkani wakwaSirayeli, kwiminyaka emibini ngaphambi kwenyikima.+ Amosi ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:1 IMboniselo,11/15/2004, iphe. 10
1 La ngamazwi ka-Amosi,* owayengomnye wabafuyi beegusha baseTekowa,+ awawafumana embonweni ngoSirayeli ngemihla kaKumkani u-Uziya+ wakwaYuda nangemihla kaYerobhoham+ unyana kaYowashe,+ ukumkani wakwaSirayeli, kwiminyaka emibini ngaphambi kwenyikima.+