-
Amosi 5:16IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
16 “Ngoko ke uthi uYehova uThixo wemikhosi, uYehova:
‘Kuza kubakho isijwili kuzo zonke iindawo zikawonke-wonke,
Nasezitratweni zonke abantu baza kuthi, “Yhoo, yhoo!”
Baza kubizela abalimi ekuzileni
Neencutshe zokuzila ukuba zenze isijwili.’
-