Amosi 7:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 UAmatsiya umbingeleli waseBheteli+ wathumela kuKumkani uYerobhoham+ wakwaSirayeli, wathi: “UAmosi ukwenzele iyelenqe kanye ngaphakathi endlini kaSirayeli.+ Ilizwe alinakuwanyamezela la mazwi akhe.+ Amosi ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 7:10 IMboniselo,11/15/2004, iphe. 13
10 UAmatsiya umbingeleli waseBheteli+ wathumela kuKumkani uYerobhoham+ wakwaSirayeli, wathi: “UAmosi ukwenzele iyelenqe kanye ngaphakathi endlini kaSirayeli.+ Ilizwe alinakuwanyamezela la mazwi akhe.+