Amosi 8:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Abo bafunga ngetyala leSamariya,+ besithi,“Ephila nje uthixo wakho, Dan!”+ Baze bathi, “Iphila nje indlela yaseBher-shebha!”+ Baza kuwa, bangaphinde bavuke.’”+
14 Abo bafunga ngetyala leSamariya,+ besithi,“Ephila nje uthixo wakho, Dan!”+ Baze bathi, “Iphila nje indlela yaseBher-shebha!”+ Baza kuwa, bangaphinde bavuke.’”+