Amosi 9:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ndambona uYehova+ emi ngentla kwesibingelelo, yaye wathi: “Zibethe phezulu iintsika, ukuze imigubasi inyikime. Zinqumle phezulu, yaye abantu abaseleyo ndiza kubabulala ngekrele. Akukho mntu ubalekayo uya kuqhwesha, nozama ukubhungca akazukukwazi.+
9 Ndambona uYehova+ emi ngentla kwesibingelelo, yaye wathi: “Zibethe phezulu iintsika, ukuze imigubasi inyikime. Zinqumle phezulu, yaye abantu abaseleyo ndiza kubabulala ngekrele. Akukho mntu ubalekayo uya kuqhwesha, nozama ukubhungca akazukukwazi.+