Obhadiya 15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Kuba imini kaYehova yokulwa nazo zonke iintlanga ikufutshane.+ Ngendlela owenze ngayo, kuza kwenziwa ngayo nakuwe.+ Indlela oye wabaphatha ngayo abanye iza kubuyela phezu kwentloko yakho.
15 Kuba imini kaYehova yokulwa nazo zonke iintlanga ikufutshane.+ Ngendlela owenze ngayo, kuza kwenziwa ngayo nakuwe.+ Indlela oye wabaphatha ngayo abanye iza kubuyela phezu kwentloko yakho.