Yona 1:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Emva koko bathi: “Yizani, senze amaqashiso,+ ukuze sazi ukuba ngubani obangela le ntlekele.” Ngoko benza amaqashiso, laza iqashiso laphuma noYona.+ Yona ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:7 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 111 IMboniselo,1/1/2009, iphe. 27
7 Emva koko bathi: “Yizani, senze amaqashiso,+ ukuze sazi ukuba ngubani obangela le ntlekele.” Ngoko benza amaqashiso, laza iqashiso laphuma noYona.+