Yona 2:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ndatshona ndaya kumazantsi eentaba. Imivalo yomhlaba yayindivalela ngonaphakade. Kodwa wabunyusa ubomi bam emngxunyeni, Owu Yehova Thixo wam.+
6 Ndatshona ndaya kumazantsi eentaba. Imivalo yomhlaba yayindivalela ngonaphakade. Kodwa wabunyusa ubomi bam emngxunyeni, Owu Yehova Thixo wam.+