Yona 4:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Kwathi xa kuphuma ilanga, uThixo wathumela nolophu lwasempuma, yaye ilanga lamgqatsa entloko uYona, waphelelwa ngamandla. Waqhubeka ecela ukufa,* emane esithi: “Kungcono ndife kunokuba ndiphile.”+
8 Kwathi xa kuphuma ilanga, uThixo wathumela nolophu lwasempuma, yaye ilanga lamgqatsa entloko uYona, waphelelwa ngamandla. Waqhubeka ecela ukufa,* emane esithi: “Kungcono ndife kunokuba ndiphile.”+