8 Abashiyekileyo bakaYakobi baza kuba phakathi kweentlanga,
Phakathi kwezizwana ezininzi,
Njengengonyama phakathi kwezilwanyana zehlathi,
Njengethole lengonyama phakathi kwemihlambi yeegusha,
Elingena phakathi kwayo lize linqakule, liqwenge,
Kwaye akukho mntu uyisindisayo.