Mika 6:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Ndiyanicela bantu bam, khumbulani into eyacetyiswa nguKumkani uBhalaki wakwaMowabhi,+Nendlela uBhileham unyana kaBhehore awamphendula ngayo,+Into eyenzeka eShitim+ ukuyokutsho eGiligali,+Ukuze nizazi izenzo zikaYehova zobulungisa.” Mika ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 6:5 IMboniselo,8/15/2003, iphe. 19-20
5 Ndiyanicela bantu bam, khumbulani into eyacetyiswa nguKumkani uBhalaki wakwaMowabhi,+Nendlela uBhileham unyana kaBhehore awamphendula ngayo,+Into eyenzeka eShitim+ ukuyokutsho eGiligali,+Ukuze nizazi izenzo zikaYehova zobulungisa.”