Habhakuki 3:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Nangona umthi wamafiya* usenokungatyatyambi,Aze namasimi eediliya angabi naziqhamo,Nangona umthi womnquma usenokusilela,Namasimi angavelisi kutya,Nangona imihlambi isenokumka ebuhlanti iduke,Kungabikho zinkomo esibayeni, Habhakuki ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 3:17 IMboniselo,11/15/2007, iphe. 10 2/1/2000, iphe. 24
17 Nangona umthi wamafiya* usenokungatyatyambi,Aze namasimi eediliya angabi naziqhamo,Nangona umthi womnquma usenokusilela,Namasimi angavelisi kutya,Nangona imihlambi isenokumka ebuhlanti iduke,Kungabikho zinkomo esibayeni, Habhakuki ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 3:17 IMboniselo,11/15/2007, iphe. 10 2/1/2000, iphe. 24