Zefaniya 3:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 UYehova lilungisa phakathi kwaso;+ akenzi nto ingalunganga. Intsasa nentsasa uyazazisa izigwebo zakhe,+Njengokukhanya kwemini, akaze asilele. Kodwa ongelolungisa akalazi ihlazo.+ Zefaniya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 3:5 IMboniselo,2/15/2001, iphe. 22
5 UYehova lilungisa phakathi kwaso;+ akenzi nto ingalunganga. Intsasa nentsasa uyazazisa izigwebo zakhe,+Njengokukhanya kwemini, akaze asilele. Kodwa ongelolungisa akalazi ihlazo.+