Hagayi 1:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Nityale imbewu eninzi, kodwa nivuna kancinci.+ Niyatya kodwa anihluthi. Niyasela kodwa anide naneliseke. Ninxiba iimpahla kodwa akukho mntu ufudumalayo. Lowo uqeshwayo umvuzo wakhe ungena engxoweni evuzayo.’” Hagayi ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:6 IMboniselo,12/1/2007, iphe. 9 4/15/2006, iphe. 22-23
6 Nityale imbewu eninzi, kodwa nivuna kancinci.+ Niyatya kodwa anihluthi. Niyasela kodwa anide naneliseke. Ninxiba iimpahla kodwa akukho mntu ufudumalayo. Lowo uqeshwayo umvuzo wakhe ungena engxoweni evuzayo.’”