Hagayi 2:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 UHagayi waphinda wabuza wathi: “Ukuba umntu ongacocekanga ngenxa yokuphatha isidumbu uchukumisa nayiphi na kwezi zinto, ngaba iza kuba yengacocekanga?”+ Ababingeleli baphendula bathi: “Iza kuba yengacocekanga.” Hagayi ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:13 “Sonke ISibhalo”, iphe. 167-168
13 UHagayi waphinda wabuza wathi: “Ukuba umntu ongacocekanga ngenxa yokuphatha isidumbu uchukumisa nayiphi na kwezi zinto, ngaba iza kuba yengacocekanga?”+ Ababingeleli baphendula bathi: “Iza kuba yengacocekanga.”