Zekariya 2:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kuba ngoku ndiza kuzilingisa ngesandla sam, yaye ziza kuphangwa ngamakhoboka azo.’+ Kwaye niya kwazi ngokuqinisekileyo ukuba uYehova wemikhosi undithumile.
9 Kuba ngoku ndiza kuzilingisa ngesandla sam, yaye ziza kuphangwa ngamakhoboka azo.’+ Kwaye niya kwazi ngokuqinisekileyo ukuba uYehova wemikhosi undithumile.