Zekariya 8:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Kuba ngaphambi kwelo xesha, abantu nemfuyo babengabhatalelwa;+ kwakuyingozi nokuphuma ungena ngenxa yotshaba, kuba ndabenza abantu bajikelana.’
10 Kuba ngaphambi kwelo xesha, abantu nemfuyo babengabhatalelwa;+ kwakuyingozi nokuphuma ungena ngenxa yotshaba, kuba ndabenza abantu bajikelana.’