-
Zekariya 10:9IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
9 Nangona ndibasasaza njengembewu phakathi kwezizwana,
Baza kundikhumbula bekwiindawo ezikude;
Baza kuphinda babe namandla kunye noonyana babo baze babuye.
-