Zekariya 14:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Niza kubalekela entlanjeni yeentaba zam, kuba intlambo yeentaba iza kufikelela eAzeli. Kuza kufuneka nibaleke, kanye njengokuba nabaleka inyikima ngemihla kaKumkani u-Uziya wakwaYuda.+ UYehova uThixo wam uza kuza, ehamba nabo bonke abangcwele.+ Zekariya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 14:5 IMboniselo,2/15/2013, iphe. 19-20
5 Niza kubalekela entlanjeni yeentaba zam, kuba intlambo yeentaba iza kufikelela eAzeli. Kuza kufuneka nibaleke, kanye njengokuba nabaleka inyikima ngemihla kaKumkani u-Uziya wakwaYuda.+ UYehova uThixo wam uza kuza, ehamba nabo bonke abangcwele.+