Zekariya 14:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 UYehova uza kuba nguKumkani phezu komhlaba wonke.+ Ngaloo mini uYehova uza kuba mnye,+ negama lakhe libe linye.+ Zekariya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 14:9 IMboniselo,4/15/2006, iphe. 29
9 UYehova uza kuba nguKumkani phezu komhlaba wonke.+ Ngaloo mini uYehova uza kuba mnye,+ negama lakhe libe linye.+