Malaki 3:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Kwaye umnikelo osisipho wakwaYuda nowaseYerusalem uza kumvuyisa* nyhani uYehova, njengakwimihla yakudala nanjengakwiminyaka yakudala.+
4 Kwaye umnikelo osisipho wakwaYuda nowaseYerusalem uza kumvuyisa* nyhani uYehova, njengakwimihla yakudala nanjengakwiminyaka yakudala.+