-
Mateyu 5:19IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
19 Nabani na ke owaphula nokuba ngowona mncinci kule mithetho aze afundise nabanye ukwenza loo nto, akazukungena eBukumkanini bamazulu. Kodwa nabani na oyithobelayo aze afundise nabanye, uza kungena eBukumkanini bamazulu.
-