Mateyu 8:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Wathi xa efika ngaphesheya, kummandla waseGadara, wadibana namadoda amabini aneedemon ephuma phakathi kwamangcwaba.*+ Ayekhohlakele ngendlela engaqhelekanga, kangangokuba kwakungekho mntu wayenesibindi sokuhamba ngaloo ndlela. Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 8:28 Umntu Obalaseleyo, isahl. 45
28 Wathi xa efika ngaphesheya, kummandla waseGadara, wadibana namadoda amabini aneedemon ephuma phakathi kwamangcwaba.*+ Ayekhohlakele ngendlela engaqhelekanga, kangangokuba kwakungekho mntu wayenesibindi sokuhamba ngaloo ndlela.