-
Mateyu 9:17IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
17 Kungekho namntu ugalela iwayini entsha kwiibhotile zofele ezindala. Ukuba uyayenza loo nto, ezo bhotile ziyagqabhuka, zonakale, ichitheke naloo wayini. Kodwa abantu bayigalela kwiibhotile zofele ezintsha iwayini, zitsho zingonakali zombini.”
-