Mateyu 12:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 wafika apho kukho indoda efe isandla.+ Ngoko ke bambuza bathi, “Kusemthethweni na ukuphilisa ngeSabatha?”+ kuba babefuna ukummangalela. Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 12:10 Umntu Obalaseleyo, isahl. 32
10 wafika apho kukho indoda efe isandla.+ Ngoko ke bambuza bathi, “Kusemthethweni na ukuphilisa ngeSabatha?”+ kuba babefuna ukummangalela.