Mateyu 12:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 Ngokomzekelo, nabani na othetha kakubi ngoNyana womntu, uza kuxolelwa;+ kodwa nabani na othetha kakubi ngomoya oyingcwele, akasoze axolelwe, kweli hlabathi* nakwelizayo.+ Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 12:32 Umntu Obalaseleyo, isahl. 41
32 Ngokomzekelo, nabani na othetha kakubi ngoNyana womntu, uza kuxolelwa;+ kodwa nabani na othetha kakubi ngomoya oyingcwele, akasoze axolelwe, kweli hlabathi* nakwelizayo.+