Mateyu 19:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Emva koko kwaziswa abantwana abancinci kuye, ukuba ababeke izandla aze abathandazele, kodwa abafundi bakhe babangxolisa.+ Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 19:13 Umntu Obalaseleyo, isahl. 95
13 Emva koko kwaziswa abantwana abancinci kuye, ukuba ababeke izandla aze abathandazele, kodwa abafundi bakhe babangxolisa.+